African Gospel Lyrics Downloads

October 2022 - Archive

Ndiyakuthi Ndakudinwa Lyrics

3:21 AM

Ndiyakuthi Ndakudinwa Lyrics

Ndiyakuthi ndakudinwa

Akuphel’amandl’omzimba

Ndiyakuthi ndakudinwa

Akuphel’amandl’omzimba


Ndiziphakamise

Ndiphakamis’izandla

Ndiwamkele kuw’amandla


Yesu Langa lomphefumlo

Akumnyama xa ukhoyo

Yesu Langa lomphefumlo

Akumnyama xa ukhoyo


Makungabikho nany’into

Enokundahlula nawe


Thixo akunangqaleko

Thixo akunangqibeko

Thixo akunangqaleko

Thixo akunangqibeko


Ukho wena

Ukho endaweni zonke

Ukho ngamaxesha onke

Ukho wena

Ukho endaweni zonke

Ukho ngamaxesha onke

Sizukisa wena ukho

Ukho endaweni zonke

Ukho ngamaxesha onke 

This is the end of Ndiyakuthi Ndakudinwa Lyrics